Iindawo Zokurenta Inyanga eKinsella

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Camrose County
“Iintaka Namagatyina” Indlu Yonke Indawo Yabucala
23 Epr – 21 Mey
Yi$2 946 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-White Sands
Indlu yamaplanga entle eBuffalo Lake
17 Epr – 15 Mey
Yi$2 640 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-184
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Paintearth County No. 18
I-Wide Valley- I-Greenhouse Suite
20 Sep – 18 Okt
Yi$1 038 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-13
Ithandwa zindwendwe
Isakhiwo senkonzo e-Mannville
Church Stay Alberta Free Breakfast Sleeps Up To 6
28 Jul – 25 Aga
Yi$2 844 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-56

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Canada
  3. Alberta
  4. Beaver County
  5. Kinsella
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga