Iindawo Zokurenta Inyanga eKirby Cross

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Frinton-on-Sea
Indawo etofotofo enebhafu enamanzi ashushu (ngamaxesha athile onyaka) Kufuphi nolwandle
24 Sep – 22 Okt
Yi$2 384 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-245
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Essex
Indlu yamaplanga ye-Bijou ecaleni kolwandle
5 Nov – 3 Dis
Yi$2 969 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-175
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Essex
Iflethi okanye indlu ekwicomplex engaselwandle enendawo yokuphumla eyahlukileyo
3–31 Dis
Yi$3 928 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-124
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Essex
I-Longleat
24 Nov – 22 Dis
Yi$2 560 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-192

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.