Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eKirby

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Uvimba e-Thermopolis
I-Cotton Farms hen house loft
9 Jan – 6 Feb
Yi$2 117 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-260
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Worland
Indlu yamaplanga yelizwe
8 Epr – 6 Mey
Yi$1 840 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-155
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Thermopolis
Indlu Yeendwendwe Yesebe Lezomnquma
8 Feb – 8 Mat
Yi$3 643 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-176
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Thermopolis
IBunkhouse
15 Sep – 13 Okt
Yi$2 593 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-366

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.