Iindawo Zokurenta Inyanga eKirchberg am Wechsel-Markt

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Schäffern
Ifama kaWagner, indlu yamaplanga kwindawo efihlakeleyo
17 Sep – 15 Okt
Yi$1 357 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-143
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Semmering-Kurort
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enabantu abathandanayo eyi-70
18 Jul – 15 Aga
Yi$3 279 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Feistritzwald
Indawo Yokuphumla Enomtsalane Yase-Austria
30 Epr – 28 Mey
Yi$2 274 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sankt Sebastian
I-Mariazell studio ngqo kwithambeka lokutyibiliza kwikhephu (iindwendwe ezi-2)
13 Jan – 10 Feb
Yi$456 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-43

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.