Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eKirchroth

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Wörth an der Donau
Feng-Shui-Holiday-Home Regensburg
27 Mey – 24 Jun
Yi$1 565 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-502
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Köfering
Iflethi okanye indlu ekwicomplex etofotofo enek
22 Jul – 19 Aga
Yi$1 445 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Falkenfels
I-Oasis encinci kwindalo
12 Sep – 10 Okt
Yi$3 584 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-202
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Wenzenbach
IMediterráneo Regensburg Countryside Apartments
6 Mat – 3 Epr
Yi$1 454 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Germany
  3. Bavaria
  4. Lower Bavaria
  5. Kirchroth
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga