Iindawo Zokurenta Inyanga eKlaipėda

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Klaipėda
Iflethi Ehonjisiweyo YaseRiverside e-Old Town
24 Mat – 21 Epr
Yi$1 529 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-100
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Klaipėda
Iflethi okanye indlu ekwicomplex epholileyo Kwid
25 Okt – 22 Nov
Yi$1 199 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-133
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Klaipėda
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle yakudala enetreyini
26 Sep – 24 Okt
Yi$1 167 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Klaipėda
Ikufuphi nedolophu endala neflethi okanye indlu ekwic
6 Mat – 3 Epr
Yi$785 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-77

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKlaipėda

Akropolis Klaipėdabayi 55 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Idelfinariyambayi 32 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Melnrages Molasbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Museum yaseLithuania Seabayi 47 abantu basekuhlaleni abayincomayo
BIG Klaipeda PCbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isikhumulo se-Smiltynes, New Ferrybayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.