Iindawo Zokurenta Inyanga eKokopo District

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kokopo
Iiflethi ezikumbindi weKokopo - Amagumbi okulala ayi-2
8 Sep – 6 Okt
Yi$3 006 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-31
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kokopo
Iiflethi ezikumbindi weKokopo - Amagumbi okulala ayi-3
25 Dis – 22 Jan
Yi$3 350 ngenyanga
4.71 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-17
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-East New Britain Province
I-Central Kokopo Apartments amagumbi okulala ayi-3 amagumbi okuhlambela ayi-2
8 Jan – 5 Feb
Yi$3 607 ngenyanga
Indawo entsha yokuhlala
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-East New Britain Province
Ibhedi ekwindawo ebonakala kuyo
24 Jun – 22 Jul
Yi$1 701 ngenyanga
Indawo entsha yokuhlala

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.