Iindawo Zokurenta Inyanga eLa Paz

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-La Paz
Indlu eluhlaza
20 Nov – 18 Dis
Yi$645 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Paz
Iflethi entsha eSopocachi, ilanga elihle kakhulu
18 Mey – 15 Jun
Yi$642 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-121
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-La Paz
Comfortable, warm, south side ~Up to 3 guests
13 Mey – 10 Jun
Yi$567 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Paz
Iflethi entle nevulekileyo. Indawo entle
12 Jul – 9 Aga
Yi$668 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-35

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLa Paz

Plaza Murillobayi 37 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza San Franciscobayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Isabel La Católicabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Abaroabayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ithafa lomhlabayi 64 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mirador Killi Killibayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.