Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eLa Paz

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-La Paz
I-Casa Abasolo
14 Jan – 11 Feb
Yi$957 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-La Paz
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekufuphi nolwandle #
4 Jun – 2 Jul
Yi$885 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-La Paz
I-Jade Studio
23 Dis – 20 Jan
Yi$759 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Paz
I-studio somklami wedolophu. Hamba uye elwandle. I-Wi-Fi ekhawulezayo.
26 Jun – 24 Jul
Yi$1 456 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLa Paz

Playa El Coromuelbayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Manuel Márquez de León International Airportbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Fuentebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Playa El Tesorobayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Malecon La Paz, B.C.Sbayi 98 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mariscos Bismarkcitobayi 87 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.