Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eLa Roche-en-Ardenne

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Durbuy
igumbi lombhali
13 Dis – 10 Jan
Yi$1 637 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-311
ISuperhost
Inqugwala e-La Roche-en-Ardenne
I-Hutstuf - I-Fox kunye ne-sauna yabucala yophahla
18 Aga – 15 Sep
Yi$8 190 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-245
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Durbuy
i-droomsuite
17 Jan – 14 Feb
Yi$1 856 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-177
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Rendeux
Au coeur de Marcourt, cosy small nest
16 Jan – 13 Feb
Yi$2 146 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLa Roche-en-Ardenne

I-Barrage ye-Nisramontbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Syndicat d'Initiative de La Roche-en-Ardenne asblbayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Parc à Gibier de La Rochebayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Signé Jeannebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Floreal La Roche-En-Ardennebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Quai Sonbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.