Iindawo Zokurenta Inyanga eLabastide-d'Anjou

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Castelnaudary
I-Nice F1 kufutshane neCanal duylvania
11 Jul – 8 Aga
Yi$873 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-159
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mas-Saintes-Puelles
KuCastelnaudary, istudiyo kwindawo esezilalini
15 Nov – 13 Dis
Yi$1 097 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mas-Saintes-Puelles
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ebonakala kakuhle e-Lauragaise
13 Sep – 11 Okt
Yi$1 585 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-109
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Saint-Paulet
Indlu esemaphandleni Villa Caline
28 Jul – 25 Aga
Yi$1 169 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-122

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Occitanie
  4. Aude
  5. Labastide-d'Anjou
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga