Iindawo Zokurenta Inyanga eLac de la Haute-Sûre

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Gralingen, Luxembourg
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekhanyayo
4 Nov – 2 Dis
Yi$1 436 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Martelange, Belgium
I-Nostal-Gîte
26 Mey – 23 Jun
Yi$1 607 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-157
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Bastogne, Belgium
jloie maison
25 Mey – 22 Jun
Yi$2 378 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-152
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Léglise, Belgium
I-Logis en forêt d 'Anlier
19 Sep – 17 Okt
Yi$1 112 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLac de la Haute-Sûre

Insenborn Plage 2bayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Knauf Shopping Center Pommerlochbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Viewing platform Burfeltbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.