Iindawo Zokurenta Inyanga eLahore

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Lahore
Eiffel Tower View 1Bed Apartment
6 Mey – 3 Jun
Yi$241 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-6
ISuperhost
Iflethi e-Lahore
Scenic Eiffel Tower View 1 Bed Apartment
20 Mat – 17 Epr
Yi$241 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Lahore
103-Apartment Tailored to your Highest Standards
15 Mey – 12 Jun
Yi$363 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lahore
Ikona emnandi (hayi Ngeentaka Zothando)
31 Mey – 28 Jun
Yi$298 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-72

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLahore

Packages Mallbayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lahore Zoobayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Mosque yeBadshahibayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mall Of Lahorebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Center Expo eLahorebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Fortress Square Mallbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Pakistan
  3. Punjab
  4. Lahore
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga