Iindawo Zokurenta Inyanga eLake Geneva

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Lake Geneva
Inomtsalane, iCozy & Quaint Condo eLake Geneva!
17 Epr – 15 Mey
Yi$2 645 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-413
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Elkhorn
I-FamaWise Country Hlala nge-Alpine Valley/Lake Geneva
19 Sep – 17 Okt
Yi$2 072 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-320
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Lake Geneva
Ukuqeshisa okubhetyebhetye kwidolophu yaseGeneva.
2 Feb – 2 Mat
Yi$4 093 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-193
ISuperhost
Iflethi e-Lake Geneva
Chic Lake Geneva Apartment in Desirable Location!
12 Mat – 9 Epr
Yi$3 112 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLake Geneva

Isibhede semphakathi saseLake Genevabayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Big Foot Beach State Parkbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ice Castlesbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lake Geneva Cruise Linebayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Supercenterbayi 41 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lake Geneva Shore Pathbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.