Iindawo Zokurenta Inyanga eLákšjohka

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Utsjoki, Finland
Indlu encinci ehlala intsapho enye
1–29 Mey
Yi$1 638 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-286
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Tana, Norway
Izinto Onokuzonwabela Ze-Tanabredden Buret
27 Okt – 24 Nov
Yi$1 374 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-189
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Inari, Finland
Indlu yamaplanga yezibane zaseNorthen
3–31 Okt
Yi$1 681 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-180
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Inari, Finland
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga yaseAuroras
18 Mey – 15 Jun
Yi$2 205 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-157

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.