Iindawo Zokurenta Inyanga eLångaryd

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Gislaved
Indawo entle eSmåland
4 Jan – 1 Feb
Yi$1 207 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-100
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Unnaryd
"Iflethi kaElisabeth" iimitha eziyi-40 ukuya echibini ngesikhephe sakho
28 Dis – 25 Jan
Yi$1 650 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-181
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Varberg Ö
I-Nösslinge Harsås - Guesthouse eBokskogen
16 Sep – 14 Okt
Yi$741 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-157
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Oskarström
Indlu ebomvu yaseSweden ehlathini
5 Sep – 3 Okt
Yi$1 928 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-155

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.