Iindawo Zokurenta Inyanga eLefkada

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Lefkada
Wamkelekile Ekhaya
25 Jun – 23 Jul
Yi$1 730 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Lefkada
I-Lefkada Town Traditional House / Cozy Yard
22 Jan – 19 Feb
Yi$635 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-34
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Frini
Indlu Esemaphandleni Enomnquma/Umbono omhle
17 Jan – 14 Feb
Yi$1 222 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-97
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Lefkada
Lefkatas Downtown
1–29 Epr
Yi$1 425 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLefkada

Daltons Grill Housebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lefkas Marina S.A.bayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Margaritabayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Karmabayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Paralia Agia Giannisbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gogo's Flavorsbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.