Iindawo Zokurenta Inyanga eLes Almadies, Ngor

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ngor
Studio 2 personnes Almadies petite corniche
29 Okt – 26 Nov
Yi$1 346 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Ngor
I-75sqm I-appt entsha yegumbi lokulala kwiVirage
31 Mey – 28 Jun
Yi$1 821 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mermoz-Sacré-Cœur
Le Cocon de Mamelles
13 Jan – 10 Feb
Yi$855 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ngor
I-Bel Appart Meuble, Route des Almadies
29 Jun – 27 Jul
Yi$1 543 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLes Almadies, Ngor

King Fahd Palace Hotelbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chez Fatoubayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant La Pointe des Almadiesbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Noflaye Beachbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le N'Gor Restaurantbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Mer à Tablebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.