Iindawo Zokurenta Inyanga eLethbridge

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-West Lethbridge
Uyabathanda abahlobo? Kuthekani ngo-Monica, no-Monica kunye nelakho ❤️
12 Sep – 10 Okt
Yi$1 428 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-West Lethbridge
Igumbi Elifudumeleyo w/Indawo Yokufudumeza Nendawo Yokupaka Yabucala
28 Jul – 25 Aga
Yi$1 654 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Lethbridge
I-Downtown London Road, i-Urban Cottage, i-Pet Friendly
21 Sep – 19 Okt
Yi$1 864 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-West Lethbridge
Ibhrendi entsha Ivulekile 1-Bedroom Basement Suite
26 Aga – 23 Sep
Yi$1 667 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLethbridge

Park Place Shopping Centrebayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Lethbridge North Supercentrebayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Costco Wholesalebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Galt Museum & Archivesbayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pure Casino Lethbridgebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Galaxy Cinemas Lethbridgebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.