Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eLille

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Madeleine
La Halte Lilloise Studio cosy aux portes de Lille
19 Jun – 17 Jul
Yi$1 364 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lille
Bed & Bloom
10 Feb – 10 Mat
Yi$1 558 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lille
I-T2 enhle enegceke labucala e-Wazemmes
16 Jun – 14 Jul
Yi$1 556 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lille
Studio proche de la Catho université
9 Jun – 7 Jul
Yi$705 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLille

Euralillebayi 163 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lille Grand Palaisbayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Vieux-Lillebayi 243 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Igare Saint Sauveur Stationbayi 230 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Heron Parcbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Vieille Boursebayi 113 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Hauts-de-France
  4. Nord
  5. Lille
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga