Iindawo Zokurenta Inyanga eLima

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lima
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ent
20 Feb – 20 Mat
Yi$793 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-155
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lima
Happy Llama Studio #1 LIMA - 5 min ukuhamba ukuya PUCP
13 Dis – 10 Jan
Yi$427 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lima
(c)Miraflores Depart amoblado 5min Parque Kénnedy
26 Mat – 23 Epr
Yi$681 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-6
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lima
2 BR Apartment w/ amazing city view. 100 Mbps
1–29 Nov
Yi$788 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-16

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLima

Larcomarbayi 1 056 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza San Miguelbayi 238 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jockey Plazabayi 140 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Real Plaza Salaverrybayi 214 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ipharki ye-Kennedybayi 303 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mirafloresbayi 214 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Peru
  3. Callao Region
  4. Lima
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga