Iindawo Zokurenta Inyanga eLittle Rock

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Conway
Iibhloko zeFlethi Epholileyo Ezihlaziyiweyo Kwi-UCA
21 Jul – 18 Aga
Yi$1 101 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-116
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Little Rock
"Indlu Encinci"
8 Mat – 5 Epr
Yi$1 746 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-1376
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Little Rock
Isitudiyo esincinci (#3) entliziyweni ye-Soma!
13 Dis – 10 Jan
Yi$1 467 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-426
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Little Rock
I-Midtown Cozy Condo kufuphi Nezibhedlele
17 Aga – 16 Sep
Yi$1 626 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLittle Rock

Simmons Bank Arenabayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Little Rock Zoobayi 48 abantu basekuhlaleni abayincomayo
McCain Mallbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Outlets of Little Rockbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Burns Parkbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Robinson Centerbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.