Iindawo Zokurenta Inyanga eLoitsche-Heinrichsberg

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Wolmirstedt
Iflethi entle enendawo esembindini nendawo yokupaka
24 Mey – 21 Jun
Yi$1 127 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Magdeburg
Iflethi eqaqambileyo ye-loft kufuphi neyunivesithi incl isidlo sakusasa
20 Mey – 17 Jun
Yi$1 347 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-382
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Heinrichsberg
Iflethi 5 Zum Kuh Installngerrichsberg - Magdeburg
1–29 Jul
Yi$1 073 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-6
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Heinrichsberg
Iflethi okanye indlu ekwicomplex 4 Zum Kuh Installngerrichsberg - Magdeburg
27 Epr – 25 Mey
Yi$2 113 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-31

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.