Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eLomo Quiebre

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lomo Quiebre
Sunny Puerto de Mogan
3 Sep – 1 Okt
Yi$2 954 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Puerto de Mogan
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ePuerto de Mogán
7 Jun – 5 Jul
Yi$2 713 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-El Cercado
"La Buena Vida" e-El Cercado/Porto Mogan
5 Okt – 2 Nov
Yi$822 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Puerto de Mogan
I-Puerto de Mogan - Iflethi emnandi ezibukweni
1–29 Jun
Yi$3 433 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLomo Quiebre

Puerto de Moganbayi 69 abantu basekuhlaleni abayincomayo
SPAR Puerto Mogánbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
SuperDino Mogánbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Valencian Restaurant El Calderobayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurante Playa de Mogánbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurante Los Guayresbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.