Iindawo Zokurenta Inyanga eLondon Borough of Ealing

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-ELondon
istudiyo segadi i-Ealing ilala ukuya kutsho kweziyi-4
19 Feb – 19 Mat
Yi$2 905 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-149
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ealing
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yegumbi lokulala elinye yale mihla- Ealing (West London)
19 Feb – 19 Mat
Yi$4 535 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-174
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-London
Spacious, Private Loft Apartment in Greater London
5 Jun – 3 Jul
Yi$1 830 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-London
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eyi-1 yebhedi entle W5
23 Jun – 21 Jul
Yi$4 873 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLondon Borough of Ealing

Wembley Stadiumbayi 337 abantu basekuhlaleni abayincomayo
London Designer Outletbayi 147 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ealing Broadway Shopping Centrebayi 96 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Primarkbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ealing Commonbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
IKEA Wembleybayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.