Iindawo Zokurenta Inyanga eLondon Borough of Hillingdon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Denham
Isihlomelo kwindawo ethe cwaka,enamagqabi eDenham kufuphi neHeathrow
11 Jun – 9 Jul
Yi$2 528 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bourne End
I-Cosy Studio Flat kwi-Thames yasemaphandleni
31 Jan – 28 Feb
Yi$2 121 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-139
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Hertfordshire
Iflethi entle yeStudio kufutshane neHarry Potter Tour
29 Epr – 27 Mey
Yi$1 846 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-204
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ickenham
Iflethi entle entliziyweni ye-Ickenham
6 Jul – 3 Aga
Yi$4 119 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-71

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLondon Borough of Hillingdon

Heathrow Airportbayi 221 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iparke yaseColne Valleybayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ruislip Lido Beachbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Brunel University Londonbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pinner Memorial Parkbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
intu Uxbridgebayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.