Iindawo Zokurenta Inyanga eLong Pond

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Rockwood, EMaine, United States
I-Luxury Duck Lodge
20 Nov – 18 Dis
Yi$4 386 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-165
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Jackman, EMaine, United States
Indlu yamaplanga eBirch st
16 Dis – 13 Jan
Yi$2 295 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-51
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Coplin, EMaine, United States
Inkampu encinci epholileyo kwimizuzu eyi-10 kumntla we-swekileloaf mnt
22 Epr – 20 Mey
Yi$1 372 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-81
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Wyman, EMaine, United States
Iflethi okanye indlu ekwicomplex etofotofo, iimayile eziyi-5 ukusuka kwiSugar
2–30 Okt
Yi$1 447 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-8

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.