Iindawo Zokurenta Inyanga eLooc, Mandaue City

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Lapu-Lapu City
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enkulu eneyadi evulekileyo
27 Epr – 25 Mey
Yi$475 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-100
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Lapu-Lapu
Indawo Ephucukileyo Engaselwandle
10 Jun – 8 Jul
Yi$796 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-138
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Mandaue City
Coastal Studio | Seaview | Wi-Fi | Near Parkmall
12 Jun – 12 Jul
Yi$1 008 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5
ISuperhost
Iflethi e-Lapu-Lapu
★ Chic and Cozy Studio Unit Near the Airport
8 Epr – 6 Mey
Yi$589 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-20

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Philippines
  3. Central Visayas
  4. Cebu
  5. Mandaue City
  6. Looc
  7. Iindawo Zokurenta Inyanga