Iindawo Zokurenta Inyanga eLoreto

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Loreto
IIPLANI
11 Mey – 8 Jun
Yi$733 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Loreto
I-Pablo Davis Apartment eDowntown Loreto
23 Okt – 20 Nov
Yi$1 499 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-123
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Loreto
Iflethi kaPeter Kaen embindini weLoreto.
5 Jul – 2 Aga
Yi$1 788 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-177
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Loreto
I-Loreto80-NEW nopal Studio, embindini wedolophu ngaselunxwemeni
17 Mey – 14 Jun
Yi$1 526 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-111

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLoreto

Hotel La Misión de Loretobayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Orlando's Restaurantebayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Loreto International Airportbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Parroquia Misión de Loretobayi 44 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Malecon, Loretobayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Asadero Super Burrobayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.