Iindawo Zokurenta Inyanga eLos Alamitos

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Long Beach
Phantsi Kwibhafu Enamanzi Ashushu Kwisitudiyo Sobugcisa Bale Mihla
27 Sep – 29 Okt
Yi$2 357 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Anaheim
Igumbi lakho lokulala, imizuzu eyi-8 ukuya kwiDisney
25 Jan – 26 Feb
Yi$1 627 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Anaheim
Anaheim Cottage C 🎉 7 minutes to Disneyland
13 Jan – 12 Feb
Yi$1 237 ngenyanga
ISuperhost
Indlu engasemva e-Los Alamitos
IParadesi Encinci
2–30 Okt
Yi$2 780 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLos Alamitos

El Dorado East Regional Parkbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Original Fish Co.bayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Los Alamitos Race Coursebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Dorado Nature Centerbayi 89 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Katella Deli - Bakery - Restaurantbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Maderas Steak & Ribsbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.