Iindawo Zokurenta Inyanga eLos Angeles, Suroccidente

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Norte Centro Historico
Igumbi lakho lokulala, lemihla ngemihla nelibanzi!
29 Jul – 26 Aga
Yi$486 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-181
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Riomar
I-Mosaic studios Airbnb barranquilla
5 Epr – 3 Mey
Yi$1 121 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-704
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Riomar
I-Apartaestudio Itofotofo Nokuzola
2–30 Mat
Yi$696 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-59
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Norte Centro Historico
Uyilo lwale mihla. Into onokuyonwabela ezolileyo nekhethekileyo!
7 Aga – 4 Sep
Yi$525 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-95

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.