Iindawo Zokurenta Inyanga eLos Marines

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Presa
I-Casa del Correcaminos. Iflethi okanye indlu ekwicomplex enezinto zonke.
5 Okt – 2 Nov
Yi$1 061 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-210
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Puerto Moral
I-Casa Jara
15 Mey – 12 Jun
Yi$1 196 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Los Marines
Indawo yokuhlala yasemaphandleni.Sierra de Aracena
22 Dis – 19 Jan
Yi$2 770 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-39
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-El Collado
I-Casita el Collado 3, ubulula kunye nokuzola VTAR
27 Jun – 25 Jul
Yi$1 292 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-68

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.