Iindawo Zokurenta Inyanga eLostwithiel

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Lostwithiel
IHighgate Farm Nr Creekside Village Lerryn
30 Aga – 27 Sep
Yi$1 778 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-120
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Cornwall
Indlu esemaphandleni entle enegadi yeSunny Courtyard
3 Nov – 1 Dis
Yi$2 744 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-218
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Tregony Truro
Igumbi le-Bed and Breakfast House e-Jingle
4 Dis – 1 Jan
Yi$960 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-215
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Lostwithiel
I-Chy Bownder Cottage
15 Okt – 12 Nov
Yi$5 879 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-182

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLostwithiel

The Globe Innbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Asquiths Restaurantbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Trewithen Restaurantbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Calogero'sbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Liddicoat Butchersbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lostwithiel Museumbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.