Iindawo Zokurenta Inyanga eLotbinière

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Lotbinière
I-Chalet au rivière (La Planque du Saint-Laurent)
13 Nov – 11 Dis
Yi$2 211 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Lotbinière
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga kumlambo iSt-Laurent River. La Liberté
8 Jul – 5 Aga
Yi$3 207 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Grondines
Indlu yelizwe enomlambo ojonge indlu yelizwe
29 Mat – 30 Epr
Yi$2 072 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Deschambault
I-Le refuge du Capitaine - imbonakalo yoMlambo
11 Jan – 8 Feb
Yi$1 768 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-40

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLotbinière

La boucanerie Del Toniobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Domaine Joly-De Lotbinièrebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bistro La Fermebayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
LpB - La p'tite Brûleriebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Sainte-Emmélie resto-pubbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Resto Bar Chez Moibayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.