Iindawo Zokurenta Inyanga eLuanda

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu encinci e-Luanda
Estúdio novo super confortável
16 Mey – 13 Jun
Yi$822 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Luanda
Iflethi etofotofo kakhulu @balcony kunye negaraji
28 Okt – 25 Nov
Yi$1 174 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-21
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Luanda
I-Cozy T1+1 kunye nemoto, umqhubi kunye nomntu ogade i-tourisme.
23 Sep – 21 Okt
Yi$1 466 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-16
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Luanda
Africa’s Building - Airbnb Apart 18
11 Sep – 9 Okt
Yi$1 987 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLuanda

Belas Shoppingbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Candando Morro Bentobayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Xyami Shopping - Nova Vidabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
EPIC SANA Luandabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurante Café Del Marbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Shopping Avennidabayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.