Iindawo Zokurenta Inyanga eLübbenau

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Lübben (Spreewald)
Iflethi okanye indlu ekwicomplex epholileyo eSpreewald
7 Okt – 4 Nov
Yi$888 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-309
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lübben (Spreewald)
I-La Casa De Rosi
10 Feb – 10 Mat
Yi$1 692 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-292
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Luckau
Günstige FeWo im Spreewald | Schlabendorfer See
11 Mat – 8 Epr
Yi$1 345 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-8
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Lübbenau/Spreewald
Ukuya kwindalo kwindlu yale mihla
2–30 Jul
Yi$2 031 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-29

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLübbenau

Spreewelten Badbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Schloss Lübbenaubayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Freilandmuseum Lehdebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kauflandbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Slawenburg Radduschbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gasthaus Kaupen Nr.6bayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.