Iindawo Zokurenta Inyanga eLucknow

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Lucknow
I-UrbanCove2: 1RK Studio AptwagenSqft: Gomtinagar
17 Dis – 14 Jan
Yi$928 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
ISuperhost
Iflethi e-Lucknow
I-UrbanCove1: 1RK Studio Apt 350 Sqft: GomtiNgr
19 Feb – 19 Mat
Yi$809 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Lucknow
Indawo yokuhlala ekwi-complex kwiSixeko saseNawabs
27 Jan – 24 Feb
Yi$1 324 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-133
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Lucknow
Nahil's - Non Shared & Safe Villa - Caretaker-24hr
2–30 Epr
Yi$1 378 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-191

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLucknow

I-Airport International Airport Chaudhary Charan Singhbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bara Imambarabayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gomti Riverfront Parkbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wave Mall Lucknowbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ambedkar Memorial Parkbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tunday Kababibayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.