Iindawo Zokurenta Inyanga eMacari

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Macari
indlu eqhelekileyo yeMacari
6 Nov – 4 Dis
Yi$2 791 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-130
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-San Vito lo capo
Indlu entle ejikelezwe luhlaza
26 Okt – 23 Nov
Yi$2 051 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-141
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Custonaci
I-Villa Zefiro Cornino
15 Nov – 13 Dis
Yi$2 231 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-203
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-San Vito Lo Capo
iflethi okanye indlu ekwicomplex CIR 19081020C213161
21 Jan – 18 Feb
Yi$640 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMacari

Bue Marino Beachbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Azzurra Makaribayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Antico Borgo Ristorantebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Makari Caffèbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hotel Ristorante Pochobayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
of Isolidda Beachbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.