Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMachar

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Burk's Falls
I-Mid Century 4 Season Getaway kwiLake Cecebe
26 Nov – 24 Dis
Yi$2 630 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-South River
I-Hunter Street Guest House
20 Aga – 17 Sep
Yi$2 456 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-South River
Indlu Esemaphandleni Yentsapho YaseLake Eagle
28 Mat – 25 Epr
Yi$4 097 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Huntsville
I-Muskoka Loft Retreat kunye nePark Pass
15 Mat – 12 Epr
Yi$1 754 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMachar

Mikisew Provincial Parkbayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Crystal Cavebayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Antonio's Grillbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sherri's Dinerbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Highlander Brew Cobayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Double Decker Char Broil Take Outbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.