Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMacharen

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Alphen
Indawo yasemaphandleni, ukuzola, indawo kunye ne-alpacas
8 Dis – 5 Jan
Yi$1 892 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-202
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Maasbommel
I-Zonnig apartment Maasbommel
20 Okt – 17 Nov
Yi$2 551 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-153
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nijmegen
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi aliqela, ekwindawo
7 Feb – 7 Mat
Yi$1 405 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-232
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Appeltern
Het schooltje aan de Maas
3 Epr – 1 Mey
Yi$1 699 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-43

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.