Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMackay

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Mackay
KWISIXEKO ESIPHAKATHI KWEWATERPARK *I-NETFLIX*I-WIFI*
22 Feb – 22 Mat
Yi$3 087 ngenyanga
ISuperhost
Indlu engasemva e-Mackay Harbour
Indlu engaselwandle engaselwandle
18 Nov – 16 Dis
Yi$3 166 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dolphin Heads
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ejonge elwandle
1–29 Epr
Yi$1 617 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bucasia
Sun & Sea - Oceanfront bliss w/ pool
31 Mey – 28 Jun
Yi$2 165 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMackay

Caneland Centralbayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sorbellos Italian Restaurantbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Austral Hotelbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mackay Entertainment & Convention Centre (MECC)bayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Grazing Goat Cafebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Coles Sydney Streetbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.