Iindawo Zokurenta Inyanga eMadison County

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Irwin
I-Rosedale Retreat
8 Jul – 5 Aga
Yi$1 652 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-320
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-West Jefferson
I-Waldeck Creek Country Retreat
13 Epr – 11 Mey
Yi$1 729 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-505
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-London
I-Cheseldine Carriage House
25 Dis – 22 Jan
Yi$2 775 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-222
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-South Charleston
Indlu Kwiflethi okanye Indlu ekwicomplex esemaphandleni
7 Nov – 5 Dis
Yi$1 734 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-401

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.