Iindawo Zokurenta Inyanga eMae Khue

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Tambon Mae Khue
KamGaew (2nd Floor - 2 Bedrooms)
2–30 Jul
Yi$350 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Tambon Mae Khue
Ukuzola
5 Jun – 3 Jul
Yi$691 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-25
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-A. Doi Saket
I-SUPERL 2021 PRICES-2SaltWaterPools-HouseSuite #5
8 Jun – 6 Jul
Yi$605 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-94
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Chiang Mai
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle, enefenitshala epheleleyo.
29 Jan – 26 Feb
Yi$445 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-44

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMae Khue

ร้านร่มบ่อสร้าง อัมเบลล่า - ร่มเชียงใหม่ ร่มสนาม และพัดไม้ไผ่bayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
BoSang Fishing Parkbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bo Sang Umbrella Villagebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.