Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMagboro

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Lagos
Isetyenziswa ibhedi eyi-1/i-parlor @ Magodo GRA 2/i-wi-fi yasimahla
16 Jun – 14 Jul
Yi$654 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Magboro-Akeran
I-Lux Vacation Home - I-Starlink Wi-Fi kunye nepuli yokuqubha
30 Epr – 28 Mey
Yi$4 197 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lagos
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi okulala ayi-1 athandekayo w i-24h ukukhanya eMagodo
27 Mey – 24 Jun
Yi$1 071 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lagos
2bedroom Shortlethome Apartment(NO Sharing)
11 Jul – 8 Aga
Yi$532 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.