Iindawo Zokurenta Inyanga eMahabaleshwar

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Panchgani
Indlu esemaphandleni eyakhiwe ngamaplanga, iyunithi ye- "Imperji Villa"
Yi$437 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-136
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Panchgani
Indlu esemaphandleni iJena.
19 Dis – 16 Jan
Yi$2 241 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-169
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Panchgani
I-Dhun-Heta Bungalow
3–31 Dis
Yi$4 483 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-202
ISuperhost
Indlu enevaranda e-Panchgani
I-Nirmaan Bungalow - Panchgani
23 Epr – 21 Mey
Yi$2 915 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMahabaleshwar

I-Venna Lakebayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mahabaleshwar Marketbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kate's Pointbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Sunset Pointbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lodwick Pointbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wilson Point (Sunrise Point)bayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.