Iindawo Zokurenta Inyanga eMakati

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Taguig
I-Megumi: Ikhaya lakho
19 Feb – 19 Mat
Yi$323 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-24
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-San Lorenzo
Cozy Greenbelt Makati Studio Wi-Fi Washer Dryer
24 Jun – 22 Jul
Yi$955 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-18
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Poblacion
G&M Cityscape Makati City
1–29 Mat
Yi$1 309 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-9
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bel-Air
Indawo yokuhlala ekhuthazwayo ikulindile eSalcedo Village
26 Sep – 24 Okt
Yi$1 097 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMakati

Gloriettabayi 226 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Ayala Triangle Gardensbayi 272 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Greenbelt Mallbayi 264 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bonifacio High Streetbayi 142 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Century City Mallbayi 257 abantu basekuhlaleni abayincomayo
SM Makatibayi 111 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.