Iindawo Zokurenta Inyanga eMálaga

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Málaga-Centro
Ikhaya lePicasso
13 Nov – 11 Dis
Yi$1 425 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-568
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Málaga
Ikhaya lesiXeko
22 Okt – 19 Nov
Yi$1 323 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-559
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Málaga
IVULEKILE AMAGUMBI OKULALA AYI-2 EMALAGA SOHO
22 Jan – 19 Feb
Yi$2 737 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-193
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Málaga
Iflethi ethe cwaka kufutshane neziko lembali
6 Nov – 4 Dis
Yi$1 801 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-157

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMálaga

I-Centro Comercial Larios Centrobayi 214 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Muelle Unobayi 668 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Mercado Central de Atarazanasbayi 490 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Alcazababayi 604 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Catedral de la Encarnación de Málagabayi 683 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza de la Mercedbayi 284 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Spain
  3. Andalusia
  4. Málaga Region
  5. Málaga
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga