Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMalpe

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Indlu esemaphandleni e-Yermal
Kutir 1-Beach Cottage kufuphi neMangalore Udupi Highway
7 Feb – 6 Mat
Yi$316 ngenyanga
Indlu esemaphandleni e-Yermal
Kutir 2-Beach Cottage Near Mangalore Udupi Highway
10 Sep – 8 Okt
Yi$316 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Udupi
Gopal Homestay
17 Dis – 14 Jan
Yi$737 ngenyanga
Indlu esemaphandleni e-Padukere
I-Yashasvi- Indlu Esemaphandleni Yokubona Ulwandle
28 Jan – 25 Feb
Yi$683 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMalpe

Isibhede saseMalpebayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Malpe Sea Front Cottagesbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Office ye-Boating ye-St Mary's Island, Malpe Beach, Malpebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Iindawo Zokurenta Inyanga
  3. India
  4. Karnataka
  5. Malpe