Iindawo Zokurenta Inyanga eMauritius

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Port Louis
I-Studio epheleleyo kwipomakazi lokuhombisa +ipuli+i-jacuzzi
13 Jan – 10 Feb
Yi$2 400 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-179
ISuperhost
Indlu e-Cap Malheureux
I-Apeiro Beachfront Villa
25 Jan – 22 Feb
Yi$7 625 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-26
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Grand Baie
I-Villa enamagumbi okulala ayi-3 kunye nepuli kunye negadi eGrand Baie
10 Okt – 7 Nov
Yi$12 963 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-25
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Tamarin
I-Villa Lomaïka
19 Jan – 16 Feb
Yi$4 435 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-74

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.