Iindawo Zokurenta Inyanga eMedford

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Ashland
I-Carter Lane Master Suite
1–29 Mat
Yi$844 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-359
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Medford
Starlight Suite, urban, tranquil & luxury stay
7 Mey – 4 Jun
Yi$1 895 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Medford
I-Oakdale Cottage - I-Medford Hist District
22 Okt – 19 Nov
Yi$1 669 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-223
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Medford
I-Suite Madrona
23 Epr – 21 Mey
Yi$2 261 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-233

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMedford

Rogue Valley Mallbayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bear Creek Parkbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Costco Wholesalebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kaleidoscope Pizzeria & Pubbayi 56 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sherm's Food 4 Lessbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fichtner-Mainwaring Parkbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.